Mntano Mntlane (@lmkonqo) 's Twitter Profile
Mntano Mntlane

@lmkonqo

Unyana, ubhuti, uTata, isifundiswa esizizamelayo. Usapho kuqala enye nenye iyakulandela ingene ngokomngxunya wayo ngokuhleliweyo nguQamata naManyange Camagu!

ID: 1134165518

calendar_today30-01-2013 13:59:57

121,121K Tweet

25,25K Followers

11,11K Following

Mntano Mntlane (@lmkonqo) 's Twitter Profile Photo

In IsiXhosa we use ukunya for emphasis... ndakubeth'unye or ndakukhab'unye ndimthuke wanya or ndimphoxe wanya ndakunyisa or ndiyanisa ndiyitye yanya lawey

Mntano Mntlane (@lmkonqo) 's Twitter Profile Photo

As iwele, the only time you see me at the cemetery is when I am cleaning amangcwaba asekhaya. The only time you see me at the beach is when ndiyothetha nezinyanya ndiyonqula ndiyothandaza ndiyocela... As IWELE hayi iTwin!!