Mbulaz'omnyama🇿🇦🇩🇪(@balush7) 's Twitter Profileg
Mbulaz'omnyama🇿🇦🇩🇪

@balush7

Sangoma 🐆 and Gobela| Gogo/MkhuluRobi ¤|Makhumalo, Mntungwa| CPUT Alumni| Owner of #MakMini Cafè 👌| Farmer

ID:1399712820

calendar_today03-05-2013 13:21:59

89,8K Tweets

12,9K Followers

8,8K Following

Mbulaz'omnyama🇿🇦🇩🇪(@balush7) 's Twitter Profile Photo

I remember at varsity wonke umntu wezandawo zafundiswa isiXhosa ngenkani ngelaxesha Lika Matanzima babesimele ngaMadumbe amnandi, Thixo ndawatya awemabi. 😭😭 ndiyikhunjuzwa ngala ndiwaphiwa apha, and kengoku ndizawathatha.

Yayingase ndizilume after ndiwatyile.

account_circle
Mbulaz'omnyama🇿🇦🇩🇪(@balush7) 's Twitter Profile Photo

Ndiphoswa nakukuba seSwatini nam qha idlozi line plans zalo. I chomi zam azonwabe.

Being a sangoma is a blessing and a curse. 😭

Ndiphoswa nakukuba seSwatini nam qha idlozi line plans zalo. I chomi zam azonwabe. Being a sangoma is a blessing and a curse. 😭
account_circle