Oracle(@ZarOracle) 's Twitter Profile Photo

@GuldengeGift Mzwanele Manyi Perception vs perspective

Focus, don't lose the importance of the message because of the person delivering it.

account_circle
Mncedisi(@khayelitshakapa) 's Twitter Profile Photo

mlibo qoboshiyane @GuldengeGift I know iphondo alifani neRhawuti kodwa nathi we need to recruit 6000 wardens or more for ukuPatrola iindlela ebusuku ngoba bayayithatha imfuyo ngenkani

account_circle
Africa EFF Bambatha(@Scelosamantiman) 's Twitter Profile Photo

mlibo qoboshiyane @GuldengeGift Ezakwa Silo eTabase kuluGxogxo zimnke emini ilanga litshisa edlelweni till today. Kunzima apha eMthatha kunzima ufuya

account_circle
Jambase Hlati 🌿🌴🌵🌱(@Melitson89) 's Twitter Profile Photo

@GuldengeGift 😂😂😂😂 ingaske umntu athethe into ayaziyo nawayibonayo angathi kuthiwa!

Sis'tyholo esikhulu esi, sizonibamba thina!

account_circle
mlibo qoboshiyane(@MliboQ) 's Twitter Profile Photo

@GuldengeGift Eishhh lento imbi kakhulu and I know that their anti theft police unit is working with farmers, CPFs , improving of branding of cattle, transportation and selling controls etc . Kodwa ngoku ziyoxuthwa ngemipu ebusuku.

account_circle